Online Bible

- Reklamy -




iZenzo 1:4 - IZIBHALO EZINGCWELE

4 Uthe, ehlanganisene nabo, wabathethela ngelithi, mabangahlukani neYerusalem; mabalinde idinga loYise, awathi ukuthetha, Naliva kum;

Viz kapitola kopírovat

IBHAYIBHILE

4 Esitya kunye nabo wabayala wathi: “Ze ningemki eJerusalem. Hlalani nilinde isipho esathenjiswa nguBawo, esiya ndanixelela ngaso.

Viz kapitola kopírovat

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864 1902 (Xhosa Appleyard)

4 Waza ehlanganisene nabo wabayala ukuba mabangemki e‐Yerusaleme, mabalinde isibambiso soyise, — eso, watsho yena, enisivileyo kum:

Viz kapitola kopírovat

Contemporary Xhosa Bible 2024

4 Kwathi, ehlanganisene nabo, wabathethela ngelithi, mabangaphumi eYerusalem, balilinde idinga likaBawo, enalivayo kum.

Viz kapitola kopírovat




iZenzo 1:4

Následuj nás:

Reklamy


Reklamy