iZenzo 1:26 - IZIBHALO EZINGCWELE26 Bawisa amaqashiso abo; lathi iqashiso laphuma noMatiya; wabalelwa ndawonye nabapostile• abalishumi elinamnye. Viz kapitolaIBHAYIBHILE26 Abhalwa ke la magama omabini, kwenziwa *amaqashiso, kwaphumelela elikaMatiya; waza wabalelwa ekubeni ngumthunywa kunye nabanye abalishumi elinanye. Viz kapitolaIncwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864 1902 (Xhosa Appleyard)26 Baza banika amaqashiso abo, lati iqashiso lawa pezu kwake u‐Matiya; waza wabalelelwa nabapostile abalishumi linamnye. Viz kapitolaContemporary Xhosa Bible 202426 Bawisa amaqashiso abo; laphuma iqashiso noMatiya; wabalelwa kwabapostile abalishumi elinamnye. Viz kapitola |