iZenzo 1:22 - IZIBHALO EZINGCWELE22 iqalele elubhaptizweni lukaYohane, yada yayimini eyanyuswa ngayo kuthi, kumele ukuba kubekho enye kuwo eba lingqina lokuvuka kwayo, kunye nathi. Viz kapitolaIncwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864 1902 (Xhosa Appleyard)22 ekuqaleni kwayo kulo ubapitizesho luka‐Johane, kwada kwayimini yabinyuswa ngayo kuti, ibe linqi̔na lokuvuka kwayo kunye nati. Viz kapitolaContemporary Xhosa Bible 202422 iqalele elubhaptizweni lukaYohane, kwada kwayimini awanyuswa ngayo kuthi, kumele ukuba kubekho ongomnye, eya kuba lingqina lokuvuka kwakhe, kunye nathi. Viz kapitola |