Online Bible

- Reklamy -




iZenzo 1:20 - IZIBHALO EZINGCWELE

20 Kuba kubhaliwe encwadini yeeNdumiso kwathiwa, Umzi wakhe mawube yintlango, Kungabikho umiyo kuwo; (INdum. 69:25) Buthi nobuveleli bakhe buthatyathwe ngomnye. (INdum. 109:8)

Viz kapitola kopírovat

IBHAYIBHILE

20 “Kuba kaloku kwiNcwadi yeeNdumiso kubhalwe kwathiwa: “ ‘Mawube linxiwa umzi wakhe; makungahlali nabani kuwo.’ “Kwakhona kuthiwa: “ ‘Masithathwe ngomnye isikhundla sakhe.’

Viz kapitola kopírovat

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864 1902 (Xhosa Appleyard)

20 Ngokuba kuba̔liwe encwadini yamaculo ukuti: Maibe indlu yake ici̔takele; makungabiko namnye ohlala kuyo: nokuti: Mabutatyatwe ngomnye ubongama bake.

Viz kapitola kopírovat

Contemporary Xhosa Bible 2024

20 Kuba kubhaliwe encwadini yeeNdumiso kwathiwa, Umzi wakhe mawube yintlango, Kungabikho umiyo kuwo; Buthi nobuveleli bakhe buthatyathwe ngomnye.

Viz kapitola kopírovat




iZenzo 1:20

Následuj nás:

Reklamy


Reklamy