Online Bible

- Reklamy -




iZenzo 1:14 - IZIBHALO EZINGCWELE

14 Aba bonke babezingisa ngamxhelo mnye ekuthandazeni nasekukhungeni, ndawonye nabafazi, noMariya unina kaYesu, kwandawonye nabazalwana bakhe.

Viz kapitola kopírovat

IBHAYIBHILE

14 Bonke aba babezingisa ukuthandaza ngamxhelo mnye, kukho namanina, ekho noMariya unina kaYesu nabantakwabo-Yesu.

Viz kapitola kopírovat

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864 1902 (Xhosa Appleyard)

14 Aba bonke bebezingisa ngentliziyo nye ekutandazeni nasekukungeni, kunye nabafazi no‐Mariya unina ka‐Yesu, nakunye nabazalwana bake.

Viz kapitola kopírovat

Contemporary Xhosa Bible 2024

14 Aba bonke babezingisa ngamxhelo mnye ekuthandazeni nasekukhungeni, ndawonye nabafazi, noMariya unina kaYesu, kwandawonye naba zalwana bakhe.

Viz kapitola kopírovat




iZenzo 1:14

Následuj nás:

Reklamy


Reklamy