iZenzo 1:1 - IZIBHALO EZINGCWELE1 Eyokuqala imbali, Tiyofilo, ndayenza kambe ndibalisa ngezinto zonke awaqala ngazo uYesu ukuzenza kwanokuzifundisa, Viz kapitolaIBHAYIBHILE1 Kwincwadi yam yokuqala, Tiyofilo, ndabhala ndibalisa ngazo zonke izinto uYesu awasungula ngazo ukwenza nokufundisa, Viz kapitolaIncwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864 1902 (Xhosa Appleyard)1 INCWADI yapambili ke, Teyofilusi! ndayenza ngako konke waqalayo u‐Yesu kwa nokukwenza nokukufundisa, Viz kapitolaContemporary Xhosa Bible 20241 Umbhalo wokuqala ndawenza, Tiyofilo, ngazo zonke izinto awaqala ngazo uYesu ukuzenza kwanokuzifundisa, Viz kapitola |