Online Bible

- Reklamy -




iGenesis 1:7 - IZIBHALO EZINGCWELE

7 Wasenza uThixo isibhakabhaka, wawahlula amanzi angaphantsi kwesibhakabhaka kuwo amanzi angaphezu kwesibhakabhaka. Kwaba njalo.

Viz kapitola kopírovat

IBHAYIBHILE

7 Abakho ke amajukujuku. Wawenza ke uThixo amajukujuku, wawahlula amanzi angaphantsi kwawo kumanzi angaphezu kwawo.

Viz kapitola kopírovat

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864 1902 (Xhosa Appleyard)

7 Waza utixo wasenza isibakabaka, wawahlula amanzi abengapantsi kwesibakabaka, kuwo amanzi abengapezu kwesibakabaka. Kwaye kunjalo ke.

Viz kapitola kopírovat

Contemporary Xhosa Bible 2024

7 uThixo wenza isithuba, wawahlula amanzi angaphantsi kwaloo ndawo kumanzi angaphezu kwawo.

Viz kapitola kopírovat




iGenesis 1:7

Následuj nás:

Reklamy


Reklamy