iGenesis 1:4 - IZIBHALO EZINGCWELE4 Kwabakho ke ukukhanya. Wakubona ke uThixo ukukhanya ukuba kulungile, wahlula uThixo phakathi kokukhanya nobumnyama. Viz kapitolaIBHAYIBHILE4 Wakholwa ke uThixo koko kukhanya, waza wakwahlula ukukhanya nobumnyama. Viz kapitolaIncwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864 1902 (Xhosa Appleyard)4 Waye utixo wabona ukukanya ukuba kulungile; waza utixo wenza isahlulo pakati kwokukanya nobumnyama. Viz kapitolaContemporary Xhosa Bible 20244 Wakubona ke uThixo ukukhanya ukuba kulungile, wahlula uThixo phakathi kokukhanya nobumnyama. Viz kapitola |