Online Bible

- Reklamy -




iGenesis 1:31 - IZIBHALO EZINGCWELE

31 Kwaba njalo. Wakubona uThixo konke akwenzileyo, nanko, kulungile kunene. Kwahlwa, kwasa: yangumhla wesithandathu.

Viz kapitola kopírovat

IBHAYIBHILE

31 UThixo wakholwa kakhulu yiyo yonke indalo yakhe. Kwahlwa, kwasa; yaba ngumhla wesithandathu ke lowo.

Viz kapitola kopírovat

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864 1902 (Xhosa Appleyard)

31 Waye utixo wabona konke abekwenzile, kekaloku bona ke, kwakulungile kunene. Kwaza ukuhlwa nokusa kwaba ngumhla wesitandatu.

Viz kapitola kopírovat

Contemporary Xhosa Bible 2024

31 Wakukhangela uThixo konke akwenzileyo, nanko, ukuba kulungile kunene. Kwahlwa, kwasa ke ngomhla wesithandathu.

Viz kapitola kopírovat




iGenesis 1:31

Následuj nás:

Reklamy


Reklamy