iGenesis 1:3 - IZIBHALO EZINGCWELE3 Wathi uThixo, Makubekho ukukhanya. Viz kapitolaIBHAYIBHILE3 Wathi uThixo makubekho ukukhanya. Kwabakho ukukhanya. Viz kapitolaIncwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864 1902 (Xhosa Appleyard)3 Wayesiti utixo: Makubeko ukukanya; kwaza kwabako ukukanya. Viz kapitolaContemporary Xhosa Bible 20243 Wathi uThixo, Makubekho ukukhanya, kwabakho ukukhanya. Viz kapitola |