iGenesis 1:29 - IZIBHALO EZINGCWELE29 Wathi uThixo, Yabonani, ndininikile yonke imifuno evelisa imbewu, esemhlabeni wonke, nayo yonke imithi eneziqhamo zemithi evelisa imbewu: yoba kukudla kuni. Viz kapitolaIBHAYIBHILE29 Ndininika zonke izityalo ezithwala iinkozo elizweni, kunye nemithi ethwala iziqhamo. Zoba kukutya kwenu ezo zinto. Viz kapitolaIncwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864 1902 (Xhosa Appleyard)29 Wayesiti utixo: Bona ke, ndinipile yonke imifuno inika imbewu, epezu kwobuso bomhlaba wonke, nayo yonke imiti ekukuyo isiqa̔mo somti sinika imbewu: yoba yinto yokutya kuni. Viz kapitolaContemporary Xhosa Bible 202429 Wathi uThixo, Yabonani, ndininika yonke imithi evelisa imbewu, esemhlabeni wonke, nemithi yonke evelisa iziqhamo, ethwala imbewu; mayibe kukutya kwakho. Viz kapitola |