iGenesis 1:23 - IZIBHALO EZINGCWELE23 Kwahlwa, kwasa: yangumhla wesihlanu. Viz kapitolaIBHAYIBHILE23 Kwahlwa, kwasa, yaba ngumhla wesihlanu lowo. Viz kapitolaIncwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864 1902 (Xhosa Appleyard)23 Kwaza ukuhlwa nokusa kwaba ngumhla wesihlanu. Viz kapitolaContemporary Xhosa Bible 202423 Kwahlwa, kwaza kwaba ngumhla wesihlanu ngengomso. Viz kapitola |