Online Bible

- Reklamy -




iGenesis 1:14 - IZIBHALO EZINGCWELE

14 Wathi uThixo, Makubekho izikhanyiso esibhakabhakeni samazulu, zibe ngumahlulo wokwahlula imini kubusuku; zibe zezemiqondiso, zibe zezamaxesha amisiweyo, zibe zezemihla neminyaka;

Viz kapitola kopírovat

IBHAYIBHILE

14 Kwakhona uThixo wathi: “Makuvele izikhanyiso esibhakabhakeni, zahlukanise imini nobusuku, zibe yimiqondiso yamathuba, imihla, neminyaka.”

Viz kapitola kopírovat

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864 1902 (Xhosa Appleyard)

14 Wayesiti utixo: Makubeko izikanyiso esibakabakeni sezulu, zize zisenze isahlulo pakati kwemini nobusuku; mazibe zizo ezemiqondiso, nezamaxesha amiselweyo, nezemihla, nezeminyaka:

Viz kapitola kopírovat

Contemporary Xhosa Bible 2024

14 Wathi uThixo, Makubekho izikhanyiso esibhakabhakeni, ukuba zahlule imini kubusuku; kwaye makubekho imiqondiso namaxesha nemihla neminyaka.

Viz kapitola kopírovat




iGenesis 1:14

Následuj nás:

Reklamy


Reklamy