Online Bible

- Reklamy -




EkaYuda 1:7 - IZIBHALO EZINGCWELE

7 Njengokuba iSodom neGomora, nayo imizi engakuyo, yenza kakhulu umbulo ngohlobo olufana nolwazo ezo, imka ilandela nyama yimbi, ibekwe ekuhléni ukuba ibe ngumqondiso, iviswa ubetho lomlilo ongunaphakade.

Viz kapitola kopírovat

IBHAYIBHILE

7 Kwakhona khumbulani ngeSodom neGomora nabamelwane bazo. Kaloku abantu bezi dolophu nabo babefana nezi zithunywa. Ewe, babephala phambili ekurheletyeni, bade bakhanukane ngokunxamnye nemvelo. Nabo abo ke basisilumkiso, kuba bawuzuza umvuzo wabo – umlilo ongacimiyo.

Viz kapitola kopírovat

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864 1902 (Xhosa Appleyard)

7 Njengokuba i‐Sodome ne‐Gomora, nezixeko zangakuzo, zizilahlele nje embulweni ngendawo efana nabo, ziputume inyama yimbi kanjalo, zibekelwa ukuba ngumlinganiso, zibuva ubuhlungu bomlilo ongunapakade.

Viz kapitola kopírovat

Contemporary Xhosa Bible 2024

7 Njengokuba iSodom neGomora, nayo imizi engakuyo, yenza kakhulu umbulo ngohlobo olufana nolwazo ezo, imka ilandela nyama yimbi, ibekwe ekuhleni ukuba ibe ngumqondiso, iviswa ubetho lomlilo ongunaphakade.

Viz kapitola kopírovat




EkaYuda 1:7

Následuj nás:

Reklamy


Reklamy