Online Bible

- Reklamy -




Amaculo 1:5 - IZIBHALO EZINGCWELE

5 Ngenxa yoko abangendawo abanakuma emgwebeni, Naboni ebandleni lamalungisa.

Viz kapitola kopírovat

IBHAYIBHILE

5 Ngenxa yoko aboni abanako ukujongana nenkundla, koko bona baya kugxothwa embizweni yamalungisa.

Viz kapitola kopírovat

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864 1902 (Xhosa Appleyard)

5 Ngako oko abayi kuma abakohlakeleyo ekugwebeni, naboni entlanganisweni yabalungileyo.

Viz kapitola kopírovat

Contemporary Xhosa Bible 2024

5 Ngoko ke, abangendawo abayi kuma ekugwetyweni, yaye ebandleni lamalungisa akukho boni.

Viz kapitola kopírovat




Amaculo 1:5

Následuj nás:

Reklamy


Reklamy