Online Bible

- Reklamy -




Izililo 1:21 - Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864 1902 (Xhosa Appleyard)

21 Bavile ukuba kugulwa ndim, kungeko umtutuzeli kum; bonke abazintshaba zam bavile ilishwa lam; bayagcoba ukuba wenje njalo: uya kuzisa umhla uwuxeleyo, bandule babe njengam.

Viz kapitola kopírovat

IZIBHALO EZINGCWELE

21 Bandivile ukuba ndiyancwina; ndathi, Andinamthuthuzeli; Zonke iintshaba zam zibuvile ububi bam; zinemihlali, ngokuba oko kwenziwé nguwe. Ùyayizisa imini oyimemileyo, ziya kuba njengam ke.

Viz kapitola kopírovat

IBHAYIBHILE

21 Ivakele incwina yam, kodwa akakho ondithuthuzelayo. Zonke iintshaba zam zivile ngobubi obundihleleyo; ziyagcoloda yinto ondenze yona. Ibinga ingade ifike imini owawuyixelile, ukuze nazo zifane nam.

Viz kapitola kopírovat

Contemporary Xhosa Bible 2024

21 Bandivile ukuba ndiyancwina; akukho bani undithuthuzelayo; Zonke iintshaba zam zibuvile ububi bam; bayavuya kuba eyenzile; Uya kuyizisa imini oyimemileyo, ziya kuba njengam ke.

Viz kapitola kopírovat




Izililo 1:21

Následuj nás:

Reklamy


Reklamy