Online Bible

- Reklamy -




Izililo 1:20 - Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864 1902 (Xhosa Appleyard)

20 Kangela. Yehova! ngokuba ndixinezekile; amatumbu am axapazele; intliziyo yam ipetukile pakati kwam; ngokuba ndivukele kakulu: ngapandle ndihlutiwe abantwana liṙele; pakati endlwini kunjengokufa.

Viz kapitola kopírovat

IZIBHALO EZINGCWELE

20 Khangela, Yehova, ngokuba ndibandezelekile; izibilini zam ziyabila; Intliziyo yam iphendukile phakathi kwam; ngokuba ndasuka ndaba ziinkani kuphela; Ngaphandle ikrele landihlutha abantwana, ngaphakathi kwakukufa kodwa.

Viz kapitola kopírovat

IBHAYIBHILE

20 Khangela, Ndikhoyo, ndibandezeleke kakhulu; amathumbu am ayaxuxuzela. Intliziyo yam ikhathazekile, kuba ndisuke ndangenwa luvukelo. Phandle phaya ikrele liyabhubhisa, ngaphakathi kukufa kodwa.

Viz kapitola kopírovat

Contemporary Xhosa Bible 2024

20 Khangela, Yehova! ngokuba ndibandezelekile; isisu sam asiphumli; Intliziyo yam iguqukile phakathi kwam; ngokuba bendiqhayisa kakhulu; ngaphandle baphanga umkhonto, Endlwini kukufa njengokufa.

Viz kapitola kopírovat




Izililo 1:20

Následuj nás:

Reklamy


Reklamy