Online Bible

- Reklamy -




iZenzo 1:8 - Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864 1902 (Xhosa Appleyard)

8 koko niya kwamkela amandla, akuba umoya oyingcwele ehlile pezu kwenu; naniya kuba ngamanqi̔na am kwa nakuyo i‐Yerusaleme, nakuyo yonke i‐Judeya ne‐Samariya, nakude kube sekupeleni kwomhlaba.

Viz kapitola kopírovat

IZIBHALO EZINGCWELE

8 Niya kwamkela ke amandla, akubon' ukuba uMoya oyiNgcwele uhlile phezu kwenu; nibe ngamangqina am eYerusalem, kwanakulo lonke elakwaYuda nelaseSamariya, kude kuse nasekupheleni komhlaba.

Viz kapitola kopírovat

IBHAYIBHILE

8 Nina niya kunikwa amandla, akufika kuni uMoya oyiNgcwele, nindingqinele ebantwini baseJerusalem, nabakulo lonke elakwaJuda, nabaseSamariya, kude kuse naseziphelweni zomhlaba.”

Viz kapitola kopírovat

Contemporary Xhosa Bible 2024

8 Niya kwamkela ke amandla, akubon’ ukuba uMoya oyiNgcwele uhlile phezu kwenu; nibe ngamangqina am eYerusalem, kwanakulo lonke elakwaYuda, nelaseSamariya, kude kuse nasekupheleni komhlaba.

Viz kapitola kopírovat




iZenzo 1:8

Následuj nás:

Reklamy


Reklamy