iZenzo 1:7 - Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864 1902 (Xhosa Appleyard)7 Waza wati kubo: Asi kokwenu ukwazi amaxesha namatuba ubawo awabekileyo ngelake igunya; Viz kapitolaIZIBHALO EZINGCWELE7 Uthe ke kubo, Asikokwenu ukwazi amaxesha nokuba ngamathuba, awamise ngelakhe igunya uBawo. Viz kapitolaIBHAYIBHILE7 UYesu uphendule wathi: “Asiyondawo yenu ukuwazi amathuba namaxesha uBawo agqiba yedwa ngawo. Viz kapitolaContemporary Xhosa Bible 20247 Uthe ke kubo, Asikokwenu ukwazi amaxesha nokuba ngamathuba, awamise ngelakhe igunya uBawo. Viz kapitola |