Online Bible

- Reklamy -




iZenzo 1:3 - Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864 1902 (Xhosa Appleyard)

3 abete kanjako wazityila kubo ukuba uhleli, emveni kwokuva kwake intlungu, ngezizatu eziqinileyo ezininzi, ebonakala kubo imihla yamashumi mane, eteta izinto ezingabo ubukumkani bukatixo.

Viz kapitola kopírovat

IZIBHALO EZINGCWELE

3 awathi kanjalo, emveni kokuva kwakhe ubunzima, wazimisa ephilile phambi kwabo, ngeziganeko ezininzi, ezibonakalalisa ngokwakhe kubo kwiintsuku ezimashumi mané, ethetha izinto ezingabo ubukumkani bukaThixo.

Viz kapitola kopírovat

IBHAYIBHILE

3 Emva kokubandezelwa nokufa kwakhe wazibonakalisa kuloo madoda ngeziganeko ezininzi ukuba uvukile. Kwithuba leentsuku ezingamashumi amane abathunywa babemana bembona, ethetha nabo ebaxelela ngezolawulo lukaThixo.

Viz kapitola kopírovat

Contemporary Xhosa Bible 2024

3 awathi kanjalo, emveni kokuva kwakhe ubunzima, wazimisa ephila, ngobungqina obuninzi obungenasiphako, ebonakala kubo iintsuku ezimashumi mane, ethetha izinto ezingabo ubukumkani bukaThixo.

Viz kapitola kopírovat




iZenzo 1:3

Následuj nás:

Reklamy


Reklamy