Online Bible

- Reklamy -




iZenzo 1:22 - Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864 1902 (Xhosa Appleyard)

22 ekuqaleni kwayo kulo ubapitizesho luka‐Johane, kwada kwayimini yabinyuswa ngayo kuti, ibe linqi̔na lokuvuka kwayo kunye nati.

Viz kapitola kopírovat

IZIBHALO EZINGCWELE

22 iqalele elubhaptizweni lukaYohane, yada yayimini eyanyuswa ngayo kuthi, kumele ukuba kubekho enye kuwo eba lingqina lokuvuka kwayo, kunye nathi.

Viz kapitola kopírovat

Contemporary Xhosa Bible 2024

22 iqalele elubhaptizweni lukaYohane, kwada kwayimini awanyuswa ngayo kuthi, kumele ukuba kubekho ongomnye, eya kuba lingqina lokuvuka kwakhe, kunye nathi.

Viz kapitola kopírovat




iZenzo 1:22

Následuj nás:

Reklamy


Reklamy