Online Bible

- Reklamy -




iGenesis 1:30 - Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864 1902 (Xhosa Appleyard)

30 Nakuzo zonke izilo zomhlaba, nakuzo zonke intaka zezulu, nakuzo zonke izinto ezinambuzelayo emhlabeni, ekukuzo ubomi, ndipile yonke imifuno eluhlaza ibe kukutya. Kwaye kunjalo ke.

Viz kapitola kopírovat

IZIBHALO EZINGCWELE

30 Nezinto zonke eziphilileyo zomhlaba, neentaka zonke zezulu, nezinambuzane zonke ezisemhlabeni, ezinomphefumlo ophilileyo, ndiziniké yonke imifuno eluhlaza ukuba ibe kukudla.

Viz kapitola kopírovat

IBHAYIBHILE

30 Ke zona iintaka nezilo zonke ziya kutya uhlaza.” Kwaba njalo ke.

Viz kapitola kopírovat

Contemporary Xhosa Bible 2024

30 Kodwa zonke izinto eziphilileyo zehlabathi, neentaka zonke zezulu, nezinambuzane zonke ezisemhlabeni, ezihleli phezu kwazo, ndizinikele kuzo zonke imifuno ephuma kuyo ukuba zibe kukudla. Kwenzeke ngolu hlobo.

Viz kapitola kopírovat




iGenesis 1:30

Následuj nás:

Reklamy


Reklamy