iGenesis 1:29 - Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864 1902 (Xhosa Appleyard)29 Wayesiti utixo: Bona ke, ndinipile yonke imifuno inika imbewu, epezu kwobuso bomhlaba wonke, nayo yonke imiti ekukuyo isiqa̔mo somti sinika imbewu: yoba yinto yokutya kuni. Viz kapitolaIZIBHALO EZINGCWELE29 Wathi uThixo, Yabonani, ndininikile yonke imifuno evelisa imbewu, esemhlabeni wonke, nayo yonke imithi eneziqhamo zemithi evelisa imbewu: yoba kukudla kuni. Viz kapitolaIBHAYIBHILE29 Ndininika zonke izityalo ezithwala iinkozo elizweni, kunye nemithi ethwala iziqhamo. Zoba kukutya kwenu ezo zinto. Viz kapitolaContemporary Xhosa Bible 202429 Wathi uThixo, Yabonani, ndininika yonke imithi evelisa imbewu, esemhlabeni wonke, nemithi yonke evelisa iziqhamo, ethwala imbewu; mayibe kukutya kwakho. Viz kapitola |