iGenesis 1:27 - Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864 1902 (Xhosa Appleyard)27 Waza utixo wadala umntu ngowake umfanekiso; wamdala ngomfanekiso katixo: wabadala indoda nomfazi. Viz kapitolaIZIBHALO EZINGCWELE27 Wamdala ke uThixo umntu ngokomfanekiselo wakhe; wamdala ngokomfanekiselo kaThixo; wadala indoda nenkazana. Viz kapitolaIBHAYIBHILE27 Wamdala ke uThixo umntu. Wamenza wangumfuziselo wakhe. Wadala umntu oyindoda kwakunye nomntu obhinqileyo. Viz kapitolaContemporary Xhosa Bible 202427 Wamdala ke uThixo umntu ngokomfanekiselo wakhe; wadala indoda nenkazana. Viz kapitola |