Amaculo 1:4 - Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864 1902 (Xhosa Appleyard)4 Abanjalo abakohlakeleyo; banjengomququ bona opetshetwayo ngumoya. Viz kapitolaIZIBHALO EZINGCWELE4 Àbanjalo abangendawo; Bòna banjengomququ ophetshethwa ngumoya. Viz kapitolaIBHAYIBHILE4 Àbanjalo kambe bona abantw' abagwenxa; bona banjengomquq' ophetshethwa ngumoya. Viz kapitolaContemporary Xhosa Bible 20244 Akanjalo ongendawo, unjengamalahle aphetshethwa ngumoya. Viz kapitola |