uYoweli 1:2 - Contemporary Xhosa Bible 20242 Yivani oku, nina madoda makhulu, nive, nonke bemi belizwe; Ngaba kwakunjalo ngemihla yenu, nangemihla yooyihlo? Viz kapitolaIZIBHALO EZINGCWELE2 Yivani oku, nina madoda makhulu, nibeke iindlebe, nonke bemi belizwe; kwakha kwakho na oku ngemihla yenu, nangemihla yooyihlo? Viz kapitolaIBHAYIBHILE2 Hoyina, zingwevu zakowethu! Yivani, nonke bemi beli lizwe! Nikhonje nakha nayibona into enje? Khona kwimihla yamanyange yakhe yakho phi? Viz kapitolaIncwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864 1902 (Xhosa Appleyard)2 Yivani oku, nina badala! bekani indlebe, nonke nina bemi belizwe! Kube kuhlile oku na emihleni yenu? umhlaumbi emihleni yoyihlo benu na? Viz kapitola |