uYohane 1:7 - Contemporary Xhosa Bible 20247 Yena weza kungqina, engqinela ukukhanya, ukuze bonke bakholwe ngaye. Viz kapitolaIZIBHALO EZINGCWELE7 Lowo weza kuba lingqina, ukuze angqine ngalo ukhanyiso, ukuze bonke bakholwe ngaye. Viz kapitolaIBHAYIBHILE7 Yena weza kungqina, engqinela ukukhanya, ukuze bonke bakholwe ngenxa yobungqina bakhe. Viz kapitolaIncwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864 1902 (Xhosa Appleyard)7 Yena lo wezela ukunqi̔na, ukuba anqi̔ne ngalo ukanyiso, ukuze bonke bakolwe ngaye. Viz kapitola |