Online Bible

- Reklamy -




uYohane 1:50 - Contemporary Xhosa Bible 2024

50 Waphendula uYesu wathi kuye, Ngokuba ndithe kuwe, Ndandikubona uphantsi komkhiwane, uyakholwa na? uya kubona izinto ezinkulu kunezi.

Viz kapitola kopírovat

IZIBHALO EZINGCWELE

50 Waphendula uYesu wathi kuye, Ngokuba ndithe kuwe, Ndandikubona uphantsi komkhiwane, uyakholwa na? Uya kubona izinto ezingaphezulu kwezo.

Viz kapitola kopírovat

IBHAYIBHILE

50 UYesu wathi kuye: “Ùkholwa ngokuba ndithe kuwe ndikuboné uphantsi komkhiwane? Uya kubona izinto ezingaphezulu lee kunezi.”

Viz kapitola kopírovat

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864 1902 (Xhosa Appleyard)

50 Wapendula u‐Yesu wati kuye: Ngokokuba ndati kuwe, ndakubona ngapantsi kwomkiwane, uyakolwa na? uya kubona izinto ezinkulu kwezi.

Viz kapitola kopírovat




uYohane 1:50

Následuj nás:

Reklamy


Reklamy