uYohane 1:49 - Contemporary Xhosa Bible 202449 Aphendule uNataniyeli athi kuye, Rabhi, wena unguye uNyana kaThixo; wena unguye uKumkani wakwaSirayeli. Viz kapitolaIZIBHALO EZINGCWELE49 Aphendule uNataniyeli athi kuye, Rabhi, wena unguye uNyana kaThixo, wena unguye uKumkani kaSirayeli. Viz kapitolaIBHAYIBHILE49 UNataniyeli wamphendula wathi: “Mfundisi, inene unguNyana kaThixo; unguKumkani wakwaSirayeli.” Viz kapitolaIncwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864 1902 (Xhosa Appleyard)49 Wapendula u‐Natanayeli wati kuye: Rabi! unguye unyana katixo, unguye ukumkani wo‐Sirayeli. Viz kapitola |