uYohane 1:48 - Contemporary Xhosa Bible 202448 Athi uNataniyeli kuye, Undazi ngantoni na? Waphendula uYesu wathi kuye, Phambi kokuba uFilipu akubize, uphantsi komkhiwane, ndandikubona. Viz kapitolaIZIBHALO EZINGCWELE48 Athi uNataniyeli kuye, Undazi ngani na? Waphendula uYesu wathi kuye, Phambi kokuba uFilipu akubize, uphantsi komkhiwane, ndandikubona. Viz kapitolaIBHAYIBHILE48 UNataniyeli wathi kuye: “Ùndazela phi na?” UYesu wamphendula wathi: “Wena ndakubona usephantsi komkhiwane, engekakubizi uFilipu.” Viz kapitolaIncwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864 1902 (Xhosa Appleyard)48 Wati u‐Natanayeli kuye: Uzuze pina ukundazi kwako? Wapendula u‐Yesu wati kuye: Engekakubizi u‐Filipi, wakuba ubungapantsikwomkiwane, ndakubona. Viz kapitola |