uYohane 1:41 - Contemporary Xhosa Bible 202441 Yena ufumana kuqala owakhe umzalwana, uSimon, athi kuye, Simfumene uMesiya (oko kukuthi ngentetho evakalayo, uKristu). Viz kapitolaIZIBHALO EZINGCWELE41 Yena ufumana kuqala owakhe umzalwana, uSimon, athi kuye, SImfumene uMesiya (oko kukuthi ngentetho evakalayo, uKristu•). Viz kapitolaIBHAYIBHILE41 Kwangoko uAndreya wabona umntakwabo uSimon, wathi kuye: “Simfumene uMesiya.” (Oko kukuthi “*uKrestu.”) Viz kapitolaIncwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864 1902 (Xhosa Appleyard)41 Wati yena lo kuqala wafumana umkuluwe wake u‐Simone, wati kuye: Simfumene u‐Mesiya: (okukuti ngokukunyushwa, u‐Kristu.) Viz kapitola |