Online Bible

- Reklamy -




uYohane 1:39 - Contemporary Xhosa Bible 2024

39 Athi kubo, Yizani nibone. Beza, babona ke apho ahlala khona; bahlala naye loo mini;

Viz kapitola kopírovat

IZIBHALO EZINGCWELE

39 Athi kubo, Yizani nibone. Beza, babona ke apho ahlala khona; bahlala naye loo mini; laye ke ilixa lingathi leleshumi.

Viz kapitola kopírovat

IBHAYIBHILE

39 Wathi kubo: “Yizani, nibone.” Bahamba kunye naye ke, bayibona indawo awayehlala kuyo, baza bahlala naye loo mini. Ixesha lalimalunga nentsimbi yesine emva kwemini.

Viz kapitola kopírovat

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864 1902 (Xhosa Appleyard)

39 Wati kubo: Yizani nibone. Beza babona apo ahlala kona, bahlala kuye imini leyo; yabiyiyure yanga yeyeshumi.

Viz kapitola kopírovat




uYohane 1:39

Následuj nás:

Reklamy


Reklamy