uYohane 1:38 - Contemporary Xhosa Bible 202438 Ke kaloku ujikile uYesu, ababone belandela, athi kubo, Nifuna ntoni na? Bathi ke bona kuye, Rabhi (oko kukuthi ngentetho evakalayo, Mfundisi), uhlala phi na? Viz kapitolaIZIBHALO EZINGCWELE38 Ke kaloku ujikile uYesu, ababone belandela, athi kubo, Nifuna ntoni na? Bathi ke bona kuye, Rabhi (oko kukuthi ngentetho evakalayo, mfundisi), uhlala phi na? Viz kapitolaIBHAYIBHILE38 Akubheka uYesu, wabona ukuba bayamlandela, waza wathi kubo “Ngaba nifuna ntoni na?” Baza bathi kuye: “Mfundisi, uhlala phi na?” Viz kapitolaIncwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864 1902 (Xhosa Appleyard)38 Wajika ke u‐Yesu, wababona belandela, wati kubo: Nifuna nto nina? Bati bona kuye: Rabi! (oko kukuti ngokukunyushwa, Mfundisi!) uhlala pina? Viz kapitola |