uYohane 1:31 - Contemporary Xhosa Bible 202431 Ke nam bendingamazi; le nto ndeza mna, ndibhaptiza ngamanzi, kukuze ibonakalaliswe kuSirayeli. Viz kapitolaIZIBHALO EZINGCWELE31 Bendingayazi nam; le nto ndeza mna, ndibhaptiza ngamanzi, kukuze ibonakalaliswe kuSirayeli. Viz kapitolaIBHAYIBHILE31 Nam ngokwam bendingamazi; koko ndize kubhaptiza ngamanzi ngenjongo yokuba ndimazise kubantu bakwaSirayeli.” Viz kapitolaIncwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864 1902 (Xhosa Appleyard)31 Ndaye ndingamazi ke: koko ukuze abonakaliswe ko‐Sirayeli, kukona ndezayo mna ndibapitizesha ngamanzi. Viz kapitola |