uYohane 1:30 - Contemporary Xhosa Bible 202430 Nguye lo ndathi ngaye mna, Emva kwam kuza indoda, esuke yaba phambi, kwam; ngokuba yayitanci kum. Viz kapitolaIZIBHALO EZINGCWELE30 Nguye lo ndathi ngaye mna, Emva kwam kuza indoda, esuke yaba phambi kwam; ngokuba yayitanci kum. Viz kapitolaIBHAYIBHILE30 Nguye lo bendixela yena xa bendisithi: ‘Emva kwam kuza umntu omkhulu kunam, kuba wayekho ndingekabikho mna.’ Viz kapitolaIncwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864 1902 (Xhosa Appleyard)30 Nguye lo endati ngaye: Kuza emva kwam umntu, oze kuba pambili kum; ngokuba ebeko ndingekabiko mna. Viz kapitola |