uYohane 1:29 - Contemporary Xhosa Bible 202429 Ngengomso uYohane umbona uYesu esiza kuye, athi, Nantso iMvana kaThixo, ethwala isuse isono sehlabathi. Viz kapitolaIZIBHALO EZINGCWELE29 Ngengomso uYohane umbona uYesu esiza kuye, athi, Nantso iMvana kaThixo, ethwala isuse isono sehlabathi. Viz kapitolaIBHAYIBHILE29 Ngengomso uYohane wabona uYesu esiza kuye, wathi: “Nâlo ixhwane likaThixo lokungxengxezela isono sehlabathi. Viz kapitolaIncwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864 1902 (Xhosa Appleyard)29 Ngomhla olandelayo u‐Johane wambona u‐Yesu esiza kuye, wati: Kangela imvana katixo, esusayo isono selizwe! Viz kapitola |