Online Bible

- Reklamy -




uMarko 1:2 - Contemporary Xhosa Bible 2024

2 Njengoko kubhaliweyo ebaprofetini, kwathiwa, Yabona, mna ndithuma umthunywa wam ngaphambi kobuso bakho, Oya kuyilungisa indlela yakho phambi kwakho.

Viz kapitola kopírovat

IZIBHALO EZINGCWELE

2 Njengoko kubhaliweyo ebaprofetini, kwathiwa, Yabona, mna ndithuma umthunywa wam ngaphambi kobuso bakho, Oya kuyilungisa indlela yakho phambi kwakho. (UMal. 3:1)

Viz kapitola kopírovat

IBHAYIBHILE

2 Kunjengoko umshumayeli uIsaya walithethayo ilizwi likaThixo esithi: “Naso isigidimi sam esiya kukwandulela sikugabulele izigcawu.

Viz kapitola kopírovat

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864 1902 (Xhosa Appleyard)

2 njengokuba kuba̔liwe ebaprofiteni ngokuti: Bona ke, ndiyatuma isitunywa sam pambi kwobuso bako, esiya kulungisa indlela yako pambi kwako:

Viz kapitola kopírovat




uMarko 1:2

Následuj nás:

Reklamy


Reklamy