Online Bible

- Reklamy -




uLuka 1:80 - Contemporary Xhosa Bible 2024

80 Wakhula umntwana, waya esomelela emoyeni; wayesezintlango, kwada kwayimini yokubonakalaliswa kwakhe kuSirayeli.

Viz kapitola kopírovat

IZIBHALO EZINGCWELE

80 Wakhula umntwana, waya esomelela ngomoya; waye esentlango, kwada kwayimini yokubonakalaliswa kwakhe kuSirayeli.

Viz kapitola kopírovat

IBHAYIBHILE

80 Wakhula umntwana, waya esomelela ngokomelela. Wayehlala entlango kwada kwayimini yokubonakala kwakhe kumaSirayeli.

Viz kapitola kopírovat

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864 1902 (Xhosa Appleyard)

80 Wati umntwana wakula, waba namandla emoyeni; wayesezintlango apo, kwada kwangumhla wokubonakaliswa kwake ko‐Sirayeli.

Viz kapitola kopírovat




uLuka 1:80

Následuj nás:

Reklamy


Reklamy