uLuka 1:76 - Contemporary Xhosa Bible 202476 Nawe, mntwana, uya kubizwa ngokuba ungumprofeti wOsenyangweni, kuba uya kuhamba phambi kobuso beNkosi, ulungise iindlela zayo; Viz kapitolaIZIBHALO EZINGCWELE76 Nawe, mntwana, uya kubizwa ngokuba ungumprofeti wOsenyangweni, Kuba ùya kuhamba phambi kobuso beNkosi, ulungise iindlela zayo, Viz kapitolaIBHAYIBHILE76 Nawe ke, mntwana wam, wobizwa ngokuba *ungumshumayeli kaThixo uPhezukonke, kuba uya kuyibhulela umbethe iNkosi, uyigabulele izigcawu. Viz kapitolaIncwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864 1902 (Xhosa Appleyard)76 Nawe, mntwana! uya kubizwa ngokuba ngumprofite wopezu kwonke: ngokuba uya kwandulela pambi kwobuso benkosi ukuya kulungisa indlela zayo; Viz kapitola |