Online Bible

- Reklamy -




uLuka 1:65 - Contemporary Xhosa Bible 2024

65 Kwehla ukoyika phezu kwalo lonke umelwane lwabo, yaye kulo lonke eleentaba lakwaYuda kuxoxwa ezi zinto.

Viz kapitola kopírovat

IZIBHALO EZINGCWELE

65 Kwehla ukoyika phezu kwalo lonke umelwane lwabo; kwaye kulo lonke eleentaba lakwaYuda kuxoxwa ngazo zonke ezi zinto.

Viz kapitola kopírovat

IBHAYIBHILE

65 Bangenwa luloyiko ke bonke abamelwane, yaza le nto yonke yaba ngundabamlonyeni kulo lonke eleentaba lakwaJuda.

Viz kapitola kopírovat

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864 1902 (Xhosa Appleyard)

65 Kwaza kwehla ulwoyiko pezu kwabo bonke ababehleli kufupi nabo; nakulo lonke ilizwe lasezintabeni lase‐Judeya zibe zivakaliswa zonke ezizinto.

Viz kapitola kopírovat




uLuka 1:65

Následuj nás:

Reklamy


Reklamy