uLuka 1:63 - Contemporary Xhosa Bible 202463 Wacela itafile, wabhala esithi, Igama lakhe nguYohane. Bamangaliswa bonke. Viz kapitolaIZIBHALO EZINGCWELE63 Wabiza icwecwana, wabhala esithi, Igama lakhe nguYohane. Viz kapitolaIBHAYIBHILE63 Wabiza icwecwana, wabhala wathi: “Igama lakhe nguYohane.” Baza bamangaliswa bonke. Viz kapitolaIncwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864 1902 (Xhosa Appleyard)63 Waza wabiza icwecwana, waba̔la, esiti: Ngu‐Johane igama lake. Bati nqa ke bonke. Viz kapitola |