Online Bible

- Reklamy -




uLuka 1:60 - Contemporary Xhosa Bible 2024

60 Waphendula unina, wathi, Hayi; uya kubizwa ngokuba nguYohane.

Viz kapitola kopírovat

IZIBHALO EZINGCWELE

60 koko waphendulayo unina, wathi, Hayi; uya kubizwa ngokuba nguYohane.

Viz kapitola kopírovat

IBHAYIBHILE

60 Kodwa unina wala, esithi: “Hayi, igama lakhe nguYohane!”

Viz kapitola kopírovat

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864 1902 (Xhosa Appleyard)

60 Waza wapendula unina wati: Nakanye; koko aya kubizwa ngo‐Johane.

Viz kapitola kopírovat




uLuka 1:60

Následuj nás:

Reklamy


Reklamy