uLuka 1:59 - Contemporary Xhosa Bible 202459 Kwathi ngomhla wesibhozo, beza kumalusa umntwana; Bambiza ngegama likayise uZekariya. Viz kapitolaIZIBHALO EZINGCWELE59 Kwathi ngomhla wesibhlozo, beza kumalùsa umntwana; baye bemthiya igama likayise, besithi nguZekariya; Viz kapitolaIBHAYIBHILE59 Kwathi ke ngomhla wesibhozo baya kumàlusa umntwana, befuna ukumthiya ngoyise uZakariya. Viz kapitolaIncwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864 1902 (Xhosa Appleyard)59 Kwaye kute ngomhla wesibozo, beza ukuza ukwalusa umntwana; babembiza ke ngo‐Zekariya, ngegama likayise. Viz kapitola |