uLuka 1:57 - Contemporary Xhosa Bible 202457 Ke kaloku, ixesha likaElizabhete lazaliseka lokuba azale; wazala unyana. Viz kapitolaIZIBHALO EZINGCWELE57 Ke kaloku, ixesha likaElizabhete lazaliseka lokuba azale; wazala unyana. Viz kapitolaIBHAYIBHILE57 Lafika ke ixesha lokuba uElizabhete abeleke, waza wazala unyana. Viz kapitolaIncwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864 1902 (Xhosa Appleyard)57 Kekaloku u‐Elizabete lamzalisekelwa ixesha lokuba azale, wazala unyana ke. Viz kapitola |