uLuka 1:56 - Contemporary Xhosa Bible 202456 Wahlala ke uMariya naye iinyanga ngathi zaba ntathu, waza wabuyela endlwini yakhe. Viz kapitolaIZIBHALO EZINGCWELE56 Wahlala ke uMariya naye iinyanga ngathi zaba ntathu, waza wabuyela ekhaya. Viz kapitolaIBHAYIBHILE56 UMariya ke wahlala noElizabhete iinyanga ngathi zaba ntathu, waza wagoduka. Viz kapitolaIncwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864 1902 (Xhosa Appleyard)56 Wati ke u‐Mariya wahlala naye, ngati zantatu inyanga, waza wabuyela endlwini yake. Viz kapitola |