Online Bible

- Reklamy -




uLuka 1:48 - Contemporary Xhosa Bible 2024

48 Kuba wakukhangela ukuthobeka komkhonzazana wakhe; kuba, uyabona, ziya kuqala kwangoku ukuthi ndingonoyolo zonke izizukulwana.

Viz kapitola kopírovat

IZIBHALO EZINGCWELE

48 Ngokuba wakukhangela ukuthobeka komkhonzazana wakhe; Kuba, uyabona, ziya kuqala kwangoku ukuthi ndingonoyolo zonke izizukulwana;

Viz kapitola kopírovat

IBHAYIBHILE

48 kuba wakuphawula ukuthobeka kwesicakazana sakhe. Ewe, ukususela ngoku zonke izizukulwana zothi ndingonoyolo,

Viz kapitola kopírovat

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864 1902 (Xhosa Appleyard)

48 ukuba ebukangele ubupantsi besicakakazi sake: ngokuba bona ke, emveni kwakaloku nje zonke izizukulwana ziya kuti ndinetamsanqa.

Viz kapitola kopírovat




uLuka 1:48

Následuj nás:

Reklamy


Reklamy