uLuka 1:37 - Contemporary Xhosa Bible 202437 Ngokuba akukho nanye into eya kumnqabela yena uThixo. Viz kapitolaIZIBHALO EZINGCWELE37 ngokuba akukho nanye into eya kumnqabela yena uThixo. Viz kapitolaIBHAYIBHILE37 Kaloku akukho nanye into enokumnqabela uThixo. ” Viz kapitolaIncwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864 1902 (Xhosa Appleyard)37 ngokuba kungeko nanye into eya kumnqabela utixo. Viz kapitola |