uLuka 1:36 - Contemporary Xhosa Bible 202436 Uyabona, naye uElizabhete ozalana naye, ukhawule unyana ebudaleni bakhe; yaye le yinyanga yesithandathu kuye, lowo kwakusithiwa uludlolo. Viz kapitolaIZIBHALO EZINGCWELE36 Uyabona, uElizabhete, ozalana nawe, naye umithe unyana ebudaleni bakhe; nale yinyanga yesithandathu kuye, lowo bekuthiwa ngongazaliyo; Viz kapitolaIBHAYIBHILE36 Uyabona, naye uElizabhete ozalana nawe, ukhawule unyana ebudaleni bakhe. Le yinyanga yesithandathu kuye, yena lowo bekusithiwa uludlolo. Viz kapitolaIncwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864 1902 (Xhosa Appleyard)36 Kanjalo bona ke, u‐Elizabete isalamane sako, kwa naye ukaulile unyana ebudaleni bake; kekaloku le iyinyanga yesitandatu kuye obizwa ngokutiwa uludlolo: Viz kapitola |