Online Bible

- Reklamy -




uLuka 1:35 - Contemporary Xhosa Bible 2024

35 Saphendula isithunywa sathi kuye, uMoya oyiNgcwele uya kuza phezu kwakho, athi namandla Osenyangweni akusibekele; kungoko loo nto ingcwele izalwa nguwe iya kubizwa ngokuba nguNyana kaThixo.

Viz kapitola kopírovat

IZIBHALO EZINGCWELE

35 Saphendula isithunywa sathi kuye, UMoya oyiNgcwele uya kuza phezu kwakho, athi namandla Osenyangweni akusibekele; kungoko loo nto ingcwele izalwa nguwe iya kubizwa ngokuba nguNyana kaThixo.

Viz kapitola kopírovat

IBHAYIBHILE

35 Saphendula isithunywa sathi kuye: “UMoya oyiNgcwele uya kuhlela kuwe, athi amandla kaThixo uPhezukonke akufukamele. Kungoko loo mntwana ungcwele uya kuzalwa nguwe kuya kuthiwa nguNyana kaThixo.

Viz kapitola kopírovat

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864 1902 (Xhosa Appleyard)

35 Yaza yapendula ingelosi yati kuye: Umoya oyingcwele wohla pezu kwako, namandla opezu kwonke okusibekelela; ngoko kanjako lonto ingcwele ezalwayo nguwe iya kubizwa ngokuba ngunyana katixo.

Viz kapitola kopírovat




uLuka 1:35

Následuj nás:

Reklamy


Reklamy