uLuka 1:34 - Contemporary Xhosa Bible 202434 Wathi ke uMariya kuso isithunywa, Kuya kuthini na ukubakho oku, ndingazani nandoda nje? Viz kapitolaIZIBHALO EZINGCWELE34 Wathi ke uMariya kuso isithunywa, Kuya kuthini na ukubakho oku, ndingazani nandoda nje? Viz kapitolaIBHAYIBHILE34 UMariya ke wathi kuso isithunywa: “Iya kwenzeka njani na loo nto, ndingazani nandoda nje?” Viz kapitolaIncwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864 1902 (Xhosa Appleyard)34 Wayesiti u‐Mariya kuyo ingelosi: Kwoti nina ukubako oku, indoda ndingayazi nje? Viz kapitola |